Ndibulela uthando ЁЯТЮЁЯТХ lwakho mama,
Ndibulela uthando ЁЯТЮЁЯТХ owandikhulisa ngalo ЁЯзТ,
Ndibulela ukuthi ukwazile ukundikhulisa uyi single parent ЁЯСйтАНЁЯСж,
Zonke iveki ubundithatha uthi asiye enkonzweniтЫк,
uLi-kumkanikakazi Mama ЁЯС╕
ubungu Mhlengikazi ЁЯСйтАНЁЯФм wami ndingaphilanga ЁЯдТ,
Ubufukuza kanzima ukuze silale sityile,
ubufukuza kanzima ukuze wonwabise mna,
ubundenzela yonk into endiyifunayo ,
Ndiyavuma besingathathintweni kodwa yonke into endiyifunayo ubundenzela Yona,
Ndibulela ukuthi ukwazile ukundisa esikoleniЁЯПл,
Ndibulela ukuthi ubuyi supporter yam emaphupheni ami,
Ndiyilento ndiyiyo ngokubakhona kwakho,
Nguwe kuphela umntu endimthembileyo kulo mhlaba ,
Sengath uBra god angakwandisela insuku zakho ezweni,
uLi-kumkanikakazi Mama ЁЯС╕
Written By ikumkani ЁЯд┤ da poet┬а