Oluthando💕 endinalo ngawe olwe Nyan,
Oluthando 💕 endinalo ngawe lusuka ngaphakathi 💘,
Andinayo enye into endingaku vuyisa ngayo ngaphandle kothando 💕 endinalo ngawe,
Ukube ubusazi 😥💔
Ndithi Dankii koluthando 🙌💙 lwakho ndoni yaminza
Mna sendivele nda minza kulamanz 💦🌊,
Kwaphambilin lendaba ibi krokrisa,
Sabathe iYakhuz ibig Nuz ukuthi lomlilo 🔥 uYashisa ungaw’lokoth kodw konke oko ndanga kuhoyi,
Ukube ubusazi 😥💔
Xa ndinga sendenga message 📲
Awusendi message 📱,
Xa ndinga fonanga
Kwawena awufoni 📞,
Sendalibala ne ringtone yam,
Ukube ubusazi 😥💔
Written By ikumkani 🤴 da poet 🎙️