Kuthi angisikhihle esililo semvuyo 💖,
Kwas Ekuqalenii ndidibana nawe ndabona umaqondana wami ,
Ndabona intokazi enempatho,
Ndabona intokazi enothando 💖,
Sthandwa Sami 💖
Emaphupheni ami ngibona wena,
Kwi-kamva lam ndibona wena,
Kusendleleni ndibona wena,
Kuzo zonke izinto endizenzayo ndibona wena,
Kwezinye imini ndide ndizijonge espilini ndincume ndodwa Kuba ndikhumbula wena swidii lomkatakata 💖💕,
Sthandwa Sami 💖
Ndibulela uthando ondinika Lona 🤲💖,
uThando lwakho 💘 lundenze ndazazi ukuba ndingubani laphinde Landi khulisa,
uThando lwakho 💘 lundenze ndaba Yindaba 🧔 emadodeni 🧔🧔🧔,
insizwa yomxhosa ibambe ijack pot ngothando lwakho 💘💕
swiidi lomkatakata 💖💕 my Fohloza 💖💘 wami ndikuthanda Nyan Nyan 💞💕,
I wish we could have a perfect wedding 👸🤴
Sthandwa Sami 💖💕
Written By ikumkani 🤴 da poet 💖💕