OluthandoЁЯТХ endinalo ngawe olwe Nyan,
Oluthando ЁЯТХ endinalo ngawe lusuka ngaphakathi ЁЯТШ,
Andinayo enye into endingaku vuyisa ngayo ngaphandle kothando ЁЯТХ endinalo ngawe,
Ukube ubusazi ЁЯШеЁЯТФ
Ndithi Dankii koluthando ЁЯЩМЁЯТЩ lwakho ndoni yaminza
Mna sendivele nda minza kulamanz ЁЯТжЁЯМК,
Kwaphambilin lendaba ibi krokrisa,
Sabathe iYakhuz ibig Nuz ukuthi lomlilo ЁЯФе uYashisa ungaw’lokoth kodw konke oko ndanga kuhoyi,
Ukube ubusazi ЁЯШеЁЯТФ
Xa ndinga sendenga message ЁЯУ▓
Awusendi message ЁЯУ▒,
Xa ndinga fonanga
Kwawena awufoni ЁЯУЮ,
Sendalibala ne ringtone yam,
Ukube ubusazi ЁЯШеЁЯТФ
Written By ikumkani ЁЯд┤ da poet ЁЯОЩя╕П